Overview
Faculty of Education
Department of Curriculum Studies Senior Lecturer / Lecturer (Senior Phase) : IsiXhosa Language Education and Literacy (Stellenbosch Campus) Ref. OPV01 / 253 / 1025
Responsibilities
- Ukuhlohla abafundi abaqeqeshelwa ubutitshala kwisiGaba esiPhezulu, ukusuka kunyaka wokuqala ukuya kowesine kwisiDanga soButitshala nePGCE;
- Ukufunda nokufundisa isiXhosa kubafundi abaqeqeshelwa ubutitshala, kwisiDanga esiphezulu, ulwimi lweenkobe, nelokuqala elongezelelweyo;
- Ukuyila nokuphonononga okanye ukuhlaziya ikharityhulam okanye izikhokhelo zeemodyuli zoqeqesho lootitshala kwiMfundo yesiXhosa / iKharityhulam ebandakanya ukufundisa isiXhosa njengolwimi lonxibelelwano ukulungiselela ukusebenza kwizikolo zaseMzantsi Afrika nangaphaya ukuba kuyenzeka;
- Khokela abafundi abasele beneziDanga zobutitshala ugxile kwimfundo yolwimi, kwisiGaba esiPhezulu kunye nePGCE ubancedisa kwiiprojekthi zabo zophando lwezemfundo;
- Khankathela uphando lwabafundi kwiziDanga zemastazi nezobugqirhalwazi;
- Fundisa okanye uncedise ukufundisa imodyuli ehambelane nesiXhosa kwisidanga seB Ed Honours.
- Uphando olupapashwe kwiijenali eziphicothwe ngoontangandini.
- Thatha inxaxheba kwimicimbi yeSebe ngokuhambelana nesigaba sengqesho, oku kubandakanya ukuba kwiikomiti neenkqubo zeSebe, ukukhokela iimodyuli, ukusebenza kwimicimbi yokulawula kwiimodyuli nayo yonke imiba ebalulekileyo eza kukhulisa ukufunda nokufundiswa kwesiXhosa kwiSebe.
- Teaching Senior Phase isiXhosa Language Education and Literacy from first to fourth year level in the Bachelor of Education (BEd) undergraduate and PGCE programmes.
- Teaching and learning isiXhosa as a Home Language and First Additional language to preservice teachers both in the undergraduate and postgraduate programmes.
- Designing and reviewing or revising curricula or module guides for teacher training in isiXhosa Education / Curriculum Studies that includes isiXhosa for communicative purposes in preparation for service in South African schools and even beyond where possible.
- Mentoring postgraduate students in the Bachelor of Education (BEd) honours programme specialising in Senior Phase and PGCE language education with their respective academic research projects.
- Promoting or co-promoting students in their master's and doctoral research.
- Teaching or co-teaching at least one isiXhosa-related semester module in the BEd honours programme.
- Publishing research in reputable academic and peer-reviewed journals.
- Actively participating in departmental activities relevant to this post level, such as being a committee member of relevant programmes, module coordination, taking up administrative responsibilities relevant to the module, giving presentations during departmental key functions such as orientation sessions, open day, etc.
Job Requirements
Isidanga sobuGqirhalwazi kulwimi nemfundo;Ubuncikane isidanga sobutitshala kwisiGaba esiPhezulu okanye iPGCE isiXhosa silulwimi olufundiweyo;Amava njengomhlohli kwiziko lemfundo ephakamileyo;Amava okwakho nokuphuhlisa ikharityhulam kwisidanga sokuqala, ingakumbi isiXhosa kunye nesidanga esiphezulu ekufundisweni kwesiXhosa;Amava okukhankathela abafundi kwiinkqubo zokufunda nokufundiswa kwesiXhosa okanye iilwimi zaseAfrika kubafundi beeHonours.Izakhono ezihle, ezifanelekileyo ekusebenzisaneni, ukunxibelelana nabantu kwa nokuzibandakanya kwimisebenzi yeSebe;Inqanaba eliphezulu lokufunda nokufundisa isiXhosa, kuquka izakhi nemigaqo yokusetyenziswa kolwimi.PhD in Language Education.A minimum qualification in either Senior Phase teaching or PGCE majoring in isiXhosa education.Experience in curriculum design at both undergraduate levels, specifically for isiXhosa, and at postgraduate level, for isiXhosa Education.Relevant experience in school and higher education training.Experience of supervision in programmes in teaching and learning of isiXhosa or African languages at postgraduate level, including experience in successful supervision of several honours.Good administrative, interpersonal, and communication skills, and being prepared to be involved in departmental activities.An advanced level of isiXhosa education, including language structures and conventions of isiXhosa.Recommendation
Bonisa amava ekufundeni nasekufundiseni isiXhosa kwezemfundo nophando;Bonisa amava ekukhuliseni nasekuphuhliseni ikharityhulam, ukuphuhlisa isiXhosa njengolwimi lokufundiswa nolwimi lokunxibelelana;Bonisa ukuqonda imicimbi yokuqeqeshwa abafundi ezikolweni.Demonstrated experience of teaching and learning and research in isiXhosa Education.Demonstrated experience in curriculum design and development in isiXhosa Education and isiXhosa for communicative purposes.Demonstrated understanding of practical learning for preservice teachers.How To Apply
#PAS
The University is committed to employment equity (EE), and appointments will be made in line with the institutional EE Plan.
Stellenbosch University reserves the right not to make an appointment.
Your application, comprising a comprehensive curriculum vitae (including the names and email addresses of at least three references), must reach the University before or on the closing date in the advertisement. (Kindly indicate which position you will be applying for.)
Apply online at by clicking "Apply now" at the top to the right of the page for the specific vacancy.
The University reserves the right to investigate qualifications and conduct background checks on all candidates.
If you have received no feedback from the University after four to six weeks of the closing date, kindly accept that your application was unsuccessful.
Enquiries
Enquiries regarding this post : Prof Michele van der Merwe on , or at
Enquiries about remuneration / benefits and technical assistance with the electronic application process : Human Resources Client Services Centre, on (Stellenbosch), or (Tygerberg), or at
Commencement Date 01-Jan-2026
Closing Date 07-Nov-2025
Work At Home
#J-18808-Ljbffr